Translation of umhlabathi in English:

umhlabathi

soil

noun (class 3, plural imihlabathi)

  • 1

    soil
    earth
    ground
    ‘Imvula igugula umhlabathi’ Rain erodes the soil
  • 2

    land
    ‘Abanye babethi umhlabathi kawanele, awukwazi ukubaphilisa abantu’ Some said that the land is not enough, as it does not enable people to make a living

Origin

< umhlaba